Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Thanda UYehova Ngentliziyo Yakho Yonke

Thanda UYehova Ngentliziyo Yakho Yonke

DUTERONOMI 13:3

KUSASA

  • 9:40 Umculo

  • 9:50 Ingoma 109 Nomthandazo

  • 10:00 Kuthetha Ukuthini “Ukuthanda UThixo”?

  • 10:15 Xa Uthanda Abazalwana Uthanda UYehova

  • 10:30 ‘Thanda Omnye Umntu Ngendlela Ozithanda Ngayo’

  • 10:55 Ingoma 82 Nezaziso

  • 11:05 “Uthando Logquma Izono Ezininzi”

  • 11:35 Intetho Yobhaptizo

  • 12:05 Ingoma 50

EMVA KWEMINI

  • 1:20 Umculo

  • 1:30 Ingoma 62

  • 1:35 Amava

  • 1:45 Ushwankathelo LweMboniselo

  • 2:15 Ungcelele: Hlala Umkhonza UYehova

    • Abantwana

    • Ulutsha

    • Abantu Abadala

  • 3:00 Ingoma 10 Nezaziso

  • 3:10 Thanda UYehova Ngentliziyo Yakho Yonke

  • 3:55 Ingoma 37 Nomthandazo