Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo

Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo
  1. Yintoni eyenza uthando lubaluleke ngaphezu kolwazi? (1 Kor. 8:1)

  2. Singabakhuthaza njani abazalwana noodade njengabakhonzi bakaThixo bakudala? (Roma 13:8)

  3. Singabonisa njani ukuba siyabathanda abantu esishumayela kubo? (1 Tes. 2:7, 8)

  4. Singenza ntoni ukuze likhule ibandla? (Efe. 4:1-3, 11-16; 1 Tes. 5:11)

  5. Singazenza njani zonke izinto kuba siqhutywa luthando? (1 Kor. 16:14)