Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

“Uthando Luyakha”

“Uthando Luyakha”

1 KORINTE 8:1

KUSASA

  • 9:30 Umculo

  • 9:40 Ingoma 90 Nomthandazo

  • 9:50 “Ulwazi Lwenza Umntu Akhukhumale Kodwa Uthando Luyakha”

  • 10:05 Ungcelele: Babesakhana

    • UBharnabhas

    • UPawulos

    • UDorkas

  • 11:05 Ingoma 79 Nezaziso

  • 11:15 Ngaba Uphelela Nje Ekushumayeleni Xa Usentsimini?

  • 11:30 Intetho Yobhaptizo

  • 12:00 Ingoma 52

EMVA KWEMINI

  • 1:10 Umculo

  • 1:20 Ingoma 107 Nomthandazo

  • 1:30 Intetho Yesidlangalala: Ukuba Unalo Uthando Uza Kuyimela Inyani

  • 2:00 Ushwankathelo LweMboniselo

  • 2:30 Ingoma 101 Nezaziso

  • 2:40 Ungcelele: Lakhe Ibandla

    • Yithande Inyani

    • Phila Ngemithetho KaThixo

    • Bakhuthaze Abazalwana

  • 3:40 Zonke Izinto Enizenzayo Zenzeni Ngothando”

  • 4:15 Ingoma 105 Nomthandazo