Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo

Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo
  1. Sifanele siwafune phi amandla nokomelela? (Yosh. 1:9; INdu. 68:35)

  2. Singaqhubeka njani sisakha ukholo olomeleleyo? (Heb. 11:6)

  3. Kutheni siqinisekile ukuba siza kuphumelela kumsebenzi uYehova asinike wona? (Hag. 2:4-9)

  4. UYehova usomeleza njani xa sijongene neemvavanyo ezinzima? (INdu. 18:6, 30, Kol. 4:10, 11)

  5. Yintoni eza kunceda ulutsha nabantu abatshatileyo baxhase igunya likaYehova? (Mat. 22:37, 39)

  6. Singenza njani ukuze ‘sime siqinile elukholweni’ kwaye ‘somelele’? (1 Kor. 16:13; Roma 15:5; Heb. 5:11–6:1; 12:16, 17)