Indlela Esa Kubomi Obungunaphakade?—Ngaba Uyifumene?

Zimbini kuphela iintlobo zonqulo: olusa ebomini nolusa entshabalalweni. Le ncwadana iza kukunceda ufumane olusa kubomi obungunaphakade.

Intshayelelo

Ubomi bethu, ngoku nakwixesha elizayo, buxhomekeke kuThixo uSomandla. Ngoko kubalulekile ukuba sinqule ngendlela ayifunayo!

ICANDELO 1

Ngaba Zonke Iinkonzo Zifundisa Inyaniso?

Abantu abakhonzayo baneenkolo ezingafaniyo. Ngaba zonke ziyinyaniso?

ICANDELO 2

Unokuyifunda Njani Inyaniso NgoThixo?

Ngaba ikho indlela abantu abanokuvumelana ngayo ukuba olu lunqulo lwenyaniso?

ICANDELO 3

Ngoobani Abaphila Kummandla Womoya?

Iinkolelo zonqulo zesithethe ngommandla womoya zithandwa kakhulu. Ngaba zichanile? IBhayibhile iyaphendula.

ICANDELO 4

Baphi Ookhokho Bethu?

Abantu abaninzi bakholelwa ukuba ukufa akusosiphelo sobomi, kodwa kukuya kuphila komnye ummandla. Ithini iBhayibhile?

ICANDELO 5

Inyaniso Ngomlingo, Ukukhafula Nobugqwirha

Imimoya engendawo inamandla kwaye iyingozi, singawadeleli amandla ayo.

ICANDELO 6

Ngaba Lonke Unqulo Luyamkholisa UThixo?

Abanye abantu bacinga ukuba uThixo ukholiswa lulo lonke unqulo. Ngaba iBhayibhile ifundisa loo nto?

ICANDELO 7

Ngoobani Abaqhelisela Unqulo Lokwenyaniso?

IBhayibhile inokusinceda sazi ukuba kuyintoni ukuthanda kukaThixo.

ICANDELO 8

Luchase Unqulo Lobuxoki, Unamathele Kunqulo Lokwenyaniso

UYesu wathi: “Lowo ungekho ngakum unxamnye nam.” Unokubonisa njani ukuba ungakuye?

ICANDELO 9

Unqulo Lokwenyaniso Lunokukuzisela Iingenelo Ezingunaphakade!

Ukuba unqula uYehova, uza kukusikelela ngoku nakwixesha elizayo.