Isimbuku Sika-2017
Amasebe AmaNgqina KaYehova: 90
Inani Lamazwe Anikela Ingxelo: 240
Amabandla Ewonke: 120 053
Abebekho ESikhumbuzweni Ehlabathini Lonke: 20 175 477
Abathabathileyo ESikhumbuzweni Ehlabathini Lonke: 18 564
Incopho Yabavakalisi BoBukumkani *: 8 457 107
Umlinganiselo Wabavakalisi Abashumayelayo Nyanga Nganye: 8 248 982
Iipesenti Zolwando Kunango-2016: 1,4
Inani Lababhaptiziweyo *: 284 212
Umlinganiselo Woovulindlela * Nyanga Nganye: 1 249 946
Umlinganiselo Woovulindlela Abangabancedani Nyanga Nganye: 439 571
Inani Leeyure Ezichithwe Entsimini: 2 046 000 202
Umlinganiselo Wezifundo ZeBhayibhile * Nyanga Nganye: 10 071 524
Kunyaka wenkonzo ka-2017, * amaNgqina KaYehova aye achitha imali emalunga neR2,5 bhiliyoni ekunyamekeleni oovulindlela abakhethekileyo, abathunywa bevangeli nabaveleli beziphaluka kwizabelo zabo. Ehlabathini lonke, bayi-19 730 abasebenza kwiiofisi zamasebe. Bonke bangamalungu eQela LamaNgqina KaYehova Akwinkonzo Ekhethekileyo Yexesha Elizeleyo Ehlabathi Lonke.
^ isiqe. 7 Umvakalisi ngumntu ovakalisa okanye oshumayela iindaba ezilungileyo ezingoBukumkani BukaThixo. (Mateyu 24:14) Ukuba ufuna ukwazi kakuhle ukuba lifunyenwe njani eli nani, jonga inqaku eliku-jw.org/xh elithi, “Mangaphi AmaNgqina KaYehova Asehlabathini Lonke?”
^ isiqe. 10 Ukuze wazi izinto omele uzenze ngaphambi kokuba ube liNgqina LikaYehova elibhaptiziweyo, jonga inqaku eliku-jw.org/xh elithi, “Ndingalilo Njani INgqina LikaYehova?”
^ isiqe. 11 Uvulindlela liNgqina elibhaptiziweyo eliqhuba kakuhle elishumayela iindaba ezilungileyo ngokuzithandela kangangeeyure elizisikelweyo nyanga nganye.
^ isiqe. 14 Ukuze ufumane inkcazelo engakumbi, jonga inqaku eliku-jw.org/xh elithi, “Kuthetha Ukuthini Ukufundelwa IBhayibhile?”
^ isiqe. 15 Unyaka wenkonzo ka-2017 uqale ngoSeptemba 1, 2016, waya kutsho kuAgasti 31, 2017.