Umsebenzi Owenziwe Ngo-2018
Amasebe AmaNgqina KaYehova: 87
Inani Lamazwe Anikela Ingxelo: 240
Inani Lamabandla: 119 954
Ababekho ESikhumbuzweni Ehlabathini Lonke: 20 329 317
Abathabathileyo ESikhumbuzweni Ehlabathini Lonke: 19 521
Inani Labavakalisi BoBukumkani *: 8 579 909
Abavakalisi Abashumayele Nyanga Nganye: 8 360 594
Ipesenti Yolwando ngo-2017: 1.4
Inani Labantu Ababhaptiziweyo *: 281 744
Oovulindlela * Abashumayele Nyanga Nganye: 1 267 808
Oovulindlela Abangabancedani Abashumayele Nyanga Nganye: 446 642
Iiyure Ezichithwe Entsimini: 2 074 655 497
Inani Lezifundo ZeBhayibhile * Nyanga Nganye: 10 079 709
Kunyaka wenkonzo ka-2018, * amaNgqina KaYehova aye asebenzisa imali engaphaya kwe-R3 bhiliyoni ekunyamekeleni oovulindlela abakhethekileyo, abathunywa bevangeli nabaveleli abajikelezayo.Bayi-20 331 abantu abasebenza kwiiofisi zamasebe zamaNgqina KaYehova. Bonke liQela LamaNgqina KaYehova Akwinkonzo Ekhethekileyo Yexesha Elizeleyo Ehlabathi Lonke.
^ isiqe. 7 Umvakalisi ngumntu oncokola nabantu ngeBhayibhile, eshumayela ngeendaba ezilungileyo zoBukumkani BukaThixo. (Mateyu 24:14) Siyazi njani ukuba mangaphi amaNgqina KaYehova? Impendulo ifumaneka kwiwebhsayithi yethu i-jw.org/xh phantsi komxholo othi “Mangaphi AmaNgqina KaYehova Asehlabathini Lonke?”
^ isiqe. 10 Xa ufuna ukwazi ukuba yintoni omele uyenze ukuze ube liNgqina likaYehova elibhaptiziweyo, funda umxholo othi “Ndingalilo Njani INgqina LikaYehova?” ofumaneka kwiwebhsayithi yethu i-jw.org/xh.
^ isiqe. 11 Uvulindlela liNgqina LikaYehova elibhaptiziweyo elishumayela iindaba ezilungileyo iiyure ezininzi qho ngenyanga.
^ isiqe. 14 Ukuze ufunde okungakumbi, funda umxholo othi “Kuthetha Ukuthini Ukufundelwa IBhayibhile?” ofumaneka kwiwebhsayithi yethu i-jw.org/xh.
^ isiqe. 15 Unyaka wenkonzo ka-2018 uqale ngoSeptemba 1, 2017, waphela ngoAgasti 31, 2018.