Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

IXhala

IXhala

Ngaba uziva unexhala ngenxa yeengxaki ezifana nokuhlupheka, indlala, okanye ukungabi nakhaya?

IMi 10:15; 19:7; 30:8

  • Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:

    • IZi 3:19—Njengabanye belizwe lakhe, umprofeti uYeremiya, akanakhaya emva kokutshatyalaliswa kweYerusalem

    • 2Ko 8:1, 2; 11:27—AmaKristu aseMakedoni ahlupheka kakhulu, futhi amaxesha amaninzi umpostile uPawulos akanakutya, akanasinxibo, akanayo nendawo yokulala

  • Izibhalo ezithuthuzelayo:

Ngaba uziva unexhala ngenxa yokoyika ukungabi nabahlobo, ukoyika ukuba wedwa, okanye ukoyika ukungathandwa?

Yob 19:19; INt 4:10, 12

  • Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:

    • 1Ku 18:22; 19:9, 10—Umprofeti uEliya uvakalelwa ngathi nguye yedwa umkhonzi othembekileyo kaYehova

    • Yer 15:16-21—Umprofeti uYeremiya uvakalelwa ngathi uyedwa phakathi kwabantu abathanda ubumnandi kunokumamela umyalezo ovela kuThixo

  • Izibhalo ezithuthuzelayo:

  • Imizekelo eseBhayibhileni ethuthuzelayo:

    • 1Ku 19:1-19—UYehova unika umprofeti uEliya izinto zokumnceda, uzimamela ngomonde izinto ezimkhathazayo, aze amkhuthaze ngokumkhumbuza ngamandla Akhe

    • Yoh 16:32, 33—UYesu uyazi ukuba uza kushiywa, kodwa akanaxhala kuba uyazi nokuba akekho yedwa