OoMama
Yeyiphi imisebenzi kamama?
IMi 31:17, 21, 26, 27; Tit 2:4
Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:
Gen 21:8-12—Xa uSara ephawula ukuba uIshmayeli uphatha kakubi unyana wakhe omncinci, uIsake, ucenga uAbraham ukuba amkhusele unyana wakhe
1Ku 1:11-21—Xa uBhatshebha esiva ukuba ubukumkani nobomi bukaSolomon unyana wakhe busengozini, ucenga uKumkani uDavide ukuba angenelele
Kutheni sifanele sibathobele futhi sibahloniphe oomama bethu?
Eks 20:12; Dut 5:16; 27:16; IMi 1:8; 6:20-22; 23:22
Jonga no-1Ti 5:9, 10
Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:
1Pe 3:5, 6—Umpostile uPetros uchaza ukuba uSara waba njengomama kwiintombi ezininzi ngenxa yokholo lwakhe oluqinileyo
IMi 31:1, 15, 21, 28—Umama kaKumkani uLemuweli unika unyana wakhe, ukumkani, icebiso elibalulekileyo ngomtshato nomsebenzi obalulekileyo womfazi nomama
2Ti 1:5; 3:15—Umpostile uPawulos uncoma umama kaTimoti, uYunike, ngokufundisa unyana wakhe iZibhalo eselusana nangona enomyeni ongakholwayo