UkOyika
Ukungcangcazela kukoyika; ukubethelwa luvalo
-
Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:
-
Eks 32:1-4, 21-24—UAron wenza ithole legolide kuba esoyika into abanokuyenza abantu kuye
-
Mar 14:50, 66-72—Ngenxa yokoyika abantu, bonke abapostile bakaYesu bayabaleka bamshiye apho, ethubeni uPetros uphika kwaukuba uyamazi
-
-
Izibhalo ezithuthuzelayo:
-
Imizekelo eseBhayibhileni ethuthuzelayo:
-
2Kr 20:1-17, 22-24—UKumkani uYehoshafati nabantu bakaThixo boyika umkhosi omkhulu nonamandla, kodwa uYehova uyabakhuthaza abakhonzi Bakhe aze abasindise
-
Luk 12:4-12—UYesu ufundisa abalandeli bakhe isizathu sokuba bengafanelanga boyike abantu okanye babe nexhala lendlela abaza kuzithethelela ngayo phambi kwabasemagunyeni
-