UkuPhathwa Kakubi
Sinokuziva njani xa siye saphathwa kakubi ngabanye?
Nd 69:20; IMi 18:14; INt 4:1-3; Mal 2:13-16; Kol 3:21
-
Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:
-
2Sa 10:1-5—Amanye amajoni omkhosi kaKumkani uDavide, nangona engenzakaliswa, ahlaziswa kakubi ziintshaba zabo, futhi uDavide uwenzela ububele obukhulu la madoda akhe
-
2Sa 13:6-19—UTamare utsho ngesibuhlungu isikhalo futhi ukrazula iimpahla zakhe emva kokuba uAmnon eye wamdlwengula waza wamenza ihlazo emva koko
-
Yintoni ebonisa ukuba uYehova wazi kakuhle xa umntu eye waphathwa kakubi, futhi yintoni aza kuyenza ngaloo nto?
Yob 34:21, 22; Nd 37:8, 9 Isa 29:15, 19-21; Rom 12:17-21
Jonga neNd 63:6, 7
-
Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda: