UkuSela
Ngaba iBhayibhile iyakugxeka ukurhabula?
Nd 104:14, 15; INt 9:7; 10:19; 1Ti 5:23
-
Umzekelo oseBhayibhileni onokunceda:
-
Yoh 2:1-11—UYesu wenza ummangaliso wakhe wokuqala, ujika amanzi abe yiwayini yodidi ize loo nto incede umkhwenyana nomtshakazi bangahlazeki kwitheko labo lomtshato
-
Zeziphi iingozi ezibangelwa kukusela kakhulu nakukunxila?
Abakhonzi bakaThixo bakujonga njani ukunxila?
1Ko 5:11; 6:9, 10; Efe 5:18; 1Ti 3:2, 3
-
Imizekelo eseBhayibhileni enokunceda:
-
Gen 9:20-25—Ukunxila kukaNowa kuvula ithuba lokuba umzukulwana wakhe enze isono esinzulu
-
1Sa 25:2, 3, 36—UNabhali, indoda engqwabalala nengabhadlanga, yenza izinto ezimbi kakhulu eziquka ukunxila
-
Dan 5:1-6, 22, 23, 30, 31—UKumkani uBheleshatsare usela kakhulu iwayini aze athuke uYehova uThixo; lo kumkani ubulawa kwangobo busuku bunye
-
Kutheni sifanele siyilumkele into yokuba sisela kangakanani, noba asidanga sinxile?
IMi 23:20; Isa 5:11; Luk 21:34; 1Ti 3:8
Jonga no-1Pe 4:3
Sinokumnceda njani omnye umKristu alwe nengxaki yokusela ngokugqithisileyo?
Rom 14:13, 21; 1Ko 13:4, 5; 1Te 4:4
Jonga nomxholo othi “UkuziBamba”