ICANDELO 2
“Umthandi Wokusesikweni”
Ukungabikho kokusesikweni kuxhaphakile kwihlabathi lanamhlanje, yaye ubukhulu becala kugxekwa uThixo ngokungafanelekanga. Ukanti, iBhayibhile ifundisa inyaniso echukumis’ intliziyo—yokuba “uYehova ngumthandi wokusesikweni.” (INdumiso 37:28) Kweli candelo siza kufunda ngendlela awangqine eyinyaniso ngayo loo mazwi, nto leyo enik’ ithemba eluntwini.
KWELI CANDELO
ISAHLUKO 12
“Ngaba Kukho Okungekho Sikweni KuThixo?”
ukuba uThixo ukuthiyile okungekho sikweni, kutheni ihlabathi lizaliswe kokungekho sikweni?
ISAHLUKO 14
UYehova Ulungiselele “Intlawulelo Ngenxa Yabaninzi”
Imfundiso elula kodwa ebalulekileyo inokunceda usondele kuThixo.
ISAHLUKO 15
UYesu ‘Umisa Okusesikweni Emhlabeni’
UYesu wakumisela njani okusesikweni mandulo? Ukwenza njani oko ngoku? Uya kukumisela njani okusesikweni kwixesha elizayo?
ISAHLUKO 16
“Qhelisela Okusesikweni” Ekuhambeni NoThixo
Kwakutheni ukuze uYesu alumkise athi: “Musani ukugweba ukuze ningagwetywa”?