Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo

Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo
  1. Yintoni “umthetho KaKristu”? (Gal. 6:2)

  2. Singawuthobela njani umthetho kaKristu naxa singabonwa mntu? (1 Kor. 10:31)

  3. Siwuthobela njani umthetho kaKristu entsimini? (Luka 16:10; Mat. 22:39; IZe. 20:35)

  4. Yintoni ebangela ukuba umthetho kaKristu ube namandla kunoMthetho KaMoses? (1 Pet. 2:16)

  5. Abantu abatshatileyo nabazali banokuwuthobela njani umthetho kaKristu kwiintsapho zabo? (Efe. 5:22, 23, 25; Heb. 5:13, 14)

  6. Unokuwuthobela njani umthetho kaKristu esikolweni? (INdu. 1:1-3; Yoh. 17:14)

  7. Sinokubathanda njani abanye, kanye njengokuba uYesu wasithandayo? (Gal. 6:1-5, 10)