Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ungayeki Ukwenza Okuhle!

Ungayeki Ukwenza Okuhle!

KUSASA

  • 9:30 Umculo

  • 9:40 Ingoma 143 Nomthandazo

  • 9:50 Kutheni Kunzima Ukwenza Okuhle?

  • 10:05 Ungcelele: Kuphephe Ukuhlwayela Inyama

    • Zisebenzise Kakuhle Iiwebhsayithi Zokuncokola

    • Khetha Iindlela Ezifanelekileyo Zokuzonwabisa

    • Yilwa Umkhwa Wokuba Nomona

    • Zakhele Ikamva Elikhuselekileyo

  • 11:05 Ingoma 57 Nezaziso

  • 11:15 Qhubeka Ubenzela Okulungileyo Bonke Abantu

  • 11:30 Intetho Yobhaptizo

  • 12:00 Ingoma 31

EMVA KWEMINI

  • 1:10 Umculo

  • 1:20 Ingoma 61 Nomthandazo

  • 1:30 Intetho Yesidlangalala: Kuphephe Ukuhlekisa NgoThixo​—Njani?

  • 2:00 Ushwankathelo LweMboniselo

  • 2:30 Ingoma 104 Nezaziso

  • 2:40 Ungcelele: Qhubeka Uhlwayela Umoya

    • Kuthande Ukufundisisa

    • Sebenzisa Imigaqo YeBhayibhile Kubomi Bakho

    • “Ungasiphumzi Isandla Sakho”

  • 3:40 Siza Kuvuna Ntoni Ukuba Asidinwa?

  • 4:15 Ingoma 43 Nomthandazo