NgeCawa
“Vuya kakhulu ngoYehova, uza kukunika izinto ezifunwa yintliziyo yakho”—INdumiso 37:4
KUSASA
-
9:20 Ividiyo Yomculo
-
9:30 Ingoma 22 Nomthandazo
-
9:40 UNGCELELE: Sinokuhlala Sivuya Nangona . . .
-
• Sineentlungu (Roma 5:3-5; 8:35, 37)
-
• Kunzima Okanye Sikhathazeke Kakhulu (2 Korinte 4:8; 7:5)
-
• Sitshutshiswa (Mateyu 5:11, 12)
-
• Silamba (Filipi 4:11-13)
-
• Size (1 Korinte 4:11, 16)
-
• Sisiba Sezingozini (2 Korinte 1:8-11)
-
• Sijongene Nekrele (2 Timoti 4:6-8)
-
-
11:10 Ingoma 9 Nezaziso
-
11:20 INTETHO YESIDLANGALALA: Unokuba Siso Njani Isityebi Ngaphandle Kweentlungu? (IMizekeliso 10:22; 1 Timoti 6:9, 10; ISityhilelo 21:3-5)
-
11:50 Ushwankathelo LweMboniselo
-
12:20 Ingoma 84 Nekhefu
EMVA KWEMINI
-
1:40 Ividiyo Yomculo
-
1:50 Ingoma 62
-
1:55 IDRAMA YEBHAYIBHILE: UNehemiya: “Uvuyo Enilunikwa NguYehova Luza Kunomeleza”—Isiqendu II (Nehemiya 8:1–13:30; Malaki 1:6–3:18)
-
2:40 Ingoma 71 Nezaziso
-
2:50 “Vuya Kakhulu NgoYehova”! (INdumiso 16:8, 9, 11; 37:4)
-
3:50 Ingoma Yokuvala Nomthandazo