NgoMgqibelo
“Qhayisani ngegama lakhe elingcwele. Mazivuye iintliziyo zabo bafuna uYehova”—INdumiso 105:3
KUSASA
-
9:20 Ividiyo Yomculo
-
9:30 Ingoma 53 Nomthandazo
-
9:40 UNGCELELE: Vuyiswa Kukwenza Abafundi —Phucula Indlela Ofundisa Ngayo
-
• Buza Imibuzo (Yakobi 1:19)
-
• Nceda Abantu Babone Ukuba ILizwi LikaThixo Linamandla (Hebhere 4:12)
-
• Yenza Imizekelo Ukuze Ucacise Izinto Ezibalulekileyo (Mateyu 13:34, 35)
-
• Yiba Nehlombe Xa Ufundisa (Roma 12:11)
-
• Zicingele Izifundo Zakho (1 Tesalonika 2:7, 8)
-
• Fikelela Intliziyo (IMizekeliso 3:1)
-
-
10:50 Ingoma 58 Nezaziso
-
11:00 UNGCELELE: Vuyiswa Kukwenza Abafundi—Mvumele UYehova Akuncede
-
• Izixhobo Zokuphanda (1 Korinte 3:9; 2 Timoti 3:16, 17)
-
• Abazalwana Bethu (Roma 16:3, 4; 1 Petros 5:9)
-
• Umthandazo (INdumiso 127:1)
-
-
11:45 UBHAPTIZO: Ukubhaptizwa Kwakho Kungakuvuyisa Kakhulu—Njani? (IMizekeliso 11:24; ISityhilelo 4:11)
-
12:15 Ingoma 79 Nekhefu
EMVA KWEMINI
-
1:35 Ividiyo Yomculo
-
1:45 Ingoma 76
-
1:50 Indlela Abazalwana Bethu Abavuyiswa Ngayo Kukwenza Abafundi . . .
-
• EAfrika
-
• EAsia
-
• EYurophu
-
• KuMntla Merika
-
• EOceania
-
• KuMzantsi Merika
-
-
2:35 UNGCELELE: Nceda Abantu Obafundelayo . . .
-
• Baqinise Ukholo Lwabo (Mateyu 5:3; Yohane 13:17)
-
• Baye Kwiintlanganiso (INdumiso 65:4)
-
• Bangabi Nabahlobo Abangamkhonziyo UYehova (IMizekeliso 13:20)
-
• Bayeke Ukwenza Izinto Ezingafunwayo NguYehova (Efese 4:22-24)
-
• Babe Ngabahlobo BakaYehova (1 Yohane 4:8, 19)
-
-
3:30 Ingoma 110 Nezaziso
-
3:40 IDRAMA YEBHAYIBHILE: UNehemiya: “Uvuyo Enilunikwa NguYehova Luza Kunomeleza”—Isiqendu I (Nehemiya 1:1–6:19)
-
4:15 Ukwenza Abafundi Ngoku Kuza Kusinceda Senze Abafundi Kwihlabathi Elitsha (Isaya 11:9; IZenzo 24:15)
-
4:50 Ingoma 140 Nomthandazo