Ucwangiso Lwendibano Ka-2024 ethi ‘Shumayela Iindaba Ezilungileyo!’
NgoLwesihlanu
Ucwangciso lwangoLwesihlanu luthathwe kuLuka 2:10—“Iindaba ezilungileyo eziza kuvuyisa wonke umntu.”
NgoMgqibelo
Ucwangciso lwangoMgqibelo luthathwe kwiNdumiso 96:2 —“Vakalisani iindaba ezilungileyo zosindiso lwakhe usuku nosuku.”
NgeCawa
Ucwangciso lwangeCawa luthathwe kuMateyu 24:14—“. . . emva koko sifike isiphelo.”
Inkcazelo
Inkcazelo eza kunceda abo beze endibanweni.
Mhlawumbi Ungayithanda Nale
INKCAZELO ENGAKUMBI NGATHI
Yiya Kwindibano Yengingqi Ka-2024—‘Shumayela Iindaba Ezilungileyo!’
Siyakumema ukuba uze kwindibano yalo nyaka yeentsuku ezintathu yamaNgqina kaYehova.
IINDIBANO
Uyamenywa Kwindibano YamaNgqina KaYehova Ka-2024 Ethi “Shumayela Iindaba Ezilungileyo!”
Uyamenywa kwindibano yamaNgqina kaYehova eza kuthatha iintsuku ezintathu.
IINDIBANO
Amagqabantshintshi Edrama Esekelwe EBhayibhileni: Okona Kukhanya Kokwenene Kwehlabathi
Bukela amagqabantshintshi esiqendu 1 sedrama ethi Ibali Elingobulungiseleli BukaYesu. Le vidiyo iza kudlalwa kwindibano ka-2024.