NgoLwesihlanu
“Yiba Nesibindi Womelele Kakhulu”—YOSHUWA 1:7
KUSASA
-
9:20 Ividiyo Yomculo
-
9:30 Ingoma 110 Nomthandazo
-
9:40 INTETHO KASIHLALO: NguYehova Osenza Sibe Nesibindi Sokwenene (INdumiso 28:7; 31:24; 112:7, 8; 2 Timoti 1:7)
-
10:10 UNGCELELE: Isizathu Sokuba AmaKristu Okwenene Kufuneka Abe Nesibindi
-
Ukuze Ashumayele (ISityhilelo 14:6)
-
Ukuze Ahlale Engcwele (1 Korinte 16:13, 14)
-
Ukuze Ahlale Engathath’ Icala (ISityhilelo 13:16, 17)
-
-
11:05 Ingoma 126 Nezaziso
-
11:15 IDRAMA EREKHODIWEYO: ‘Yiba Nesibindi, Yomelela, Uze Usebenze’! (1 Kronike 28:1-20; 1 Samuweli 16:1-23; 17:1-51)
-
11:45 ‘Akukho Sixhobo Siyilwe Nxamnye Nawe Siya Kuphumelela’ (Isaya 54:17; INdumiso 118:5-7)
-
12:15 Ingoma 61 Nekhefu
EMVA KWEMINI
-
1:25 Ividiyo Yomculo
-
1:35 Ingoma 69
-
1:40 UNGCELELE: Izinto Ezisenza Soyike Nezinto Ezisenza Sibe Nesibindi
-
Ukuphelelwa Lithemba Okanye Ukuba Nethemba? (INdumiso 27:13, 14)
-
Ukukhalaza Okanye Ukubulela? (INdumiso 27:1-3)
-
Ukuzihlaziya Okuyingozi Okanye Ukuya Entsimini? (INdumiso 27:4)
-
Abahlobo Ababi Okanye Abahlobo Abalungileyo? (INdumiso 27:5; IMizekeliso 13:20)
-
Ubulumko Behlabathi Okanye Ukufundisisa? (INdumiso 27:11)
-
Ukuthandabuza Okanye Ukuba Nokholo? (INdumiso 27:7-10)
-
-
3:10 Ingoma 55 Nezaziso
-
3:20 UNGCELELE: Izinto Abazincamayo Nendlela Abavuzwa Ngayo
-
UHananiya, UMishayeli, NoAzariya (Daniyeli 1:11-13; 3:27-29)
-
UAkwila NoPrisila (Roma 16:3, 4)
-
UStefano (IZenzo 6:11, 12)
-
-
3:55 “Yomelelani! Mna Ndiloyisile Ihlabathi” (Yohane 16:33; 1 Petros 2:21, 22)
-
4:15 Amajoni Anesibindi KaKristu (2 Korinte 10:4, 5; Efese 6:12-18; 2 Timoti 2:3, 4)
-
4:50 Ingoma 22 Nomthandazo