NgoMgqibelo
‘Babonisa isibindi ngokungakumbi ekulithetheni ilizwi likaThixo ngokungenaloyiko’—FILIPI 1:14
KUSASA
-
9:20 Ividiyo Yomculo
-
9:30 Ingoma 76 Nomthandazo
-
9:40 UNGCELELE: Yiba Nesibindi . . .
-
Xa Usisifundo SeBhayibhile (IZenzo 8:35, 36; 13:48)
-
Xa Usemtsha (INdumiso 71:5; IMizekeliso 2:11)
-
Xa Ungumvakalisi (1 Tesalonika 2:2)
-
Xa Utshatile (Efese 4:26, 27)
-
Xa Ungumzali (1 Samuweli 17:55)
-
Xa Unguvulindlela (1 Kumkani 17:6-8, 12, 16)
-
Xa Ungumdala (IZenzo 20:28-30)
-
Ukuba Sele Ukhulile (Daniyeli 6:10, 11; 12:13)
-
-
10:50 Ingoma 119 Nezaziso
-
11:00 UNGCELELE: Xelisa Abanesibindi Kungekhona Amagwala
-
UYoshuwa NoKhalebhi Kungekhona Izikhulu Ezilishumi (Numeri 14:7-9)
-
UYaheli, Kungekhona Abantu BaseMerozi (ABagwebi 5:23)
-
UMikaya, Kungekhona Abaprofeti Bobuxoki (1 Kumkani 22:14)
-
UYeremiya Kungekhona U-Uriya (Yeremiya 26:21-23)
-
UPawulos Kungekhona Umlawuli Oselula Osisityebi (Marko 10:21, 22)
-
-
11:45 UBHAPTIZO: ‘Thina, Asibuyi Mva’! (Hebhere 10:35, 36, 39; 11:30, 32-34, 36; 1 Petros 5:10)
-
12:15 Ingoma 38 Nekhefu
EMVA KWEMINI
-
1:35 Ividiyo Yomculo
-
1:45 Ingoma 111
-
1:50 UNGCELELE: Funda Ukuba Nesibindi Kwindalo
-
Iingonyama (Mika 5:8)
-
Amahashe (Yobhi 39:19-25)
-
Amaqaqa (INdumiso 91:3, 13-15)
-
Iintaka Ekuthiwa Ziingcungcu (1 Petros 3:15)
-
Iindlovu (IMizekeliso 17:17)
-
-
2:40 Ingoma 60 Nezaziso
-
2:50 UNGCELELE: Indlela Abazalwana Ababonisa Ngayo Ukuba Banesibindi. . .
-
EAfrika (Mateyu 10:36-39)
-
EAsia (Zekariya 2:8)
-
EYurophu (ISityhilelo 2:10)
-
KuMntla Merika (Isaya 6:8)
-
EOceania (INdumiso 94:14, 19)
-
KuMzantsi Merika (INdumiso 34:19)
-
-
4:15 Yiba Nesibindi Kodwa Ungazithembi Ngokugqithiseleyo! (IMizekeliso 3:5, 6; Isaya 25:9; Yeremiya 17:5-10; Yohane 5:19)
-
4:50 Ingoma 3 Nomthandazo