IBHOKISI YOKUFUNDISA 8B
Iziprofeto Ezithathu Ezithetha NgoMesiya
1. “Lowo Unelungelo Elisemthethweni” (Hezekile 21:25-27)
IXESHA EZILINIKIWEYO IINTLANGA (607 B.C.E.–1914 C.E.)
-
607 B.C.E.—UZedekiya wayekiswa ukuba ngukumkani
-
1914 C.E.—UYesu ‘onelungelo elisemthethweni’ lokulawula njengoMesiya, wabekwa njengoKumkani waza waba nguMalusi onguMlawuli
Hezekile 34:22-24)
2. ‘Umkhonzi Wam Uza Kuzondla Aze Abe Ngumalusi Wazo’ (IMIHLA YOKUGQIBELA (1914 C.E.–EMVA KWEARMAGEDON)
-
1914 C.E.—UYesu ‘onelungelo elisemthethweni’ lokulawula njengoMesiya, wabekwa njengoKumkani waza waba nguMalusi onguMlawuli
-
1919 C.E.—Kwamiselwa ikhoboka elithembekileyo neliyingqondi ukuba laluse izimvu zikaThixo
Abathanjiswa abathembekileyo bamanyaniswa nguKumkani onguMesiya; emva koko bamanyana nesihlwele esikhulu
-
EMVA KWEARMAGEDON—Iintsikelelo eziza kuziswa lulawulo lwalo Kumkani ziza kuhlala ngonaphakade
3. ‘Baza Kulawulwa NguKumkani Omnye Bonke’ Ngonaphakade (Hezekile 37:22, 24-28)
IMIHLA YOKUGQIBELA (1914 C.E.–EMVA KWEARMAGEDON)