Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

IBHOKISI YOKUFUNDISA 11A

Abanye Boonogada Abangumzekelo

Abanye Boonogada Abangumzekelo

Aba nogada baye batshutshiswa kodwa bahlala bethembekile. Balumkisa abantu, bathetha nangeendaba ezimnandi.

USIRAYELI WAKUDALA

  • UIsaya 778–​m. 732 B.C.E.

  • UYeremiya 647-​580 B.C.E.

  • UHezekile 613–​m. 591 B.C.E.

NGEXESHA LABAPOSTILE

  • UYohane UmBhaptizi 29-​32 C.E.

  • UYesu 29-​33 C.E.

  • UPawulos m. 34–​m. 65 C.E.

NAMHLANJE

  • U-C. T. Russell Nabahlobo Bakhe m. 1879-​1919

  • Ikhoboka Elithembekileyo 1919–Namhlanje