IBHOKISI YOKUFUNDISA 12A
Ukudityaniswa Kweentonga Ezimbini
UHezekile uxelelwa nguYehova ukuba abhale kwenye intonga athi “ekaYuda,” kwenye abhale “ekaYosefu, intonga kaEfrayim.”
“ekaYuda”
NGEXESHA LAKUDALA
Ubukumkani bezizwe ezibini zakwaYuda
NGEXESHA LETHU
Abathanjiswa
“ekaYosefu, intonga kaEfrayim”
NGEXESHA LAKUDALA
Ubukumkani bezizwe ezilishumi zakwaSirayeli
NGEXESHA LETHU
Ezinye izimvu
‘ziba yintonga enye esandleni sakho’
NGEXESHA LAKUDALA
Ngo-537 B.C.E. Abantu bakaYehova babuya bevela kwezinye iintlanga, bakha iYerusalem baza bakhonza njengohlanga olunye.
NGEXESHA LETHU
Ukususela ngo-1919, kancinci kancinci abantu bakaYehova bamanyaniswa ukuze bakhonze ‘njengomhlambi omnye.’