Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

ICANDELO LESIHLANU

‘Ndiza Kuhlala Nabantu’​—UYehova Uphinda Akhonzwe Ngendlela Ayifunayo

‘Ndiza Kuhlala Nabantu’​—UYehova Uphinda Akhonzwe Ngendlela Ayifunayo

HEZEKILE 43:7

SIZA KUTHETHA: Ngezinto ezikumbono wetempile nokuba zisifundisa ntoni ngendlela uYehova afuna ukukhonzwa ngayo

UYehova wabonisa umprofeti uHezekile nompostile uYohane imibono yetempile enezinto ezifanayo. Izinto ezikule mibono zisifundisa izinto ezibalulekileyo nezisinceda sikhonze uYehova ngendlela ayifunayo ngoku, zize zisincede sibone ukuba buza kuba njani ubomi eParadesi xa kulawula uBukumkani BukaThixo.

KWELI CANDELO

ISAHLUKO 19

“Apho Ufika Khona Lo Mlambo Yonke Into Iza Kuphila”

Umbono kaHezekile womlambo ophuma etempileni wenzeka njani ngamaxesha akudala, ibe wenzeka njani namhlanje nakwixesha elizayo?

ISAHLUKO 20

‘Yahlulani Ilizwe Njengelifa’

Embonweni, uThixo uchazela uHezekile nabanye abathinjiweyo ukuba bahlule iLizwe Lesithembiso, belahlulela amaSirayeli.

ISAHLUKO 21

“Eso Sixeko Siza Kubizwa Ngokuthi UYehova Ulapho”

Sifunda ntoni kumbono kaHezekile wesixeko kunye negama laso?

ISAHLUKO 22

“Khonza UThixo”

Le ncwadi yenzelwe ukusinceda sizimisele ngakumbi ukukhonza uYehova uThixo yedwa.