Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

ICANDELO LESINE

“Ndiza Kulithethelela Ngokupheleleyo Igama Lam Elingcwele”​—UYehova Uqhubeka Ekhonzwa Ngendlela Ayifunayo

“Ndiza Kulithethelela Ngokupheleleyo Igama Lam Elingcwele”​—UYehova Uqhubeka Ekhonzwa Ngendlela Ayifunayo

HEZEKILE 39:25

SIZA KUTHETHA: Ngokukhusela kukaYehova abantu bakhe ngexesha lentlungu engathethekiyo

UYehova uyabathanda abantu, kodwa ke uyasiphendulisa ngezinto esizenzayo. Ubajonga njani abo bathi bayamkhonza, kodwa babe besenza izinto angazithandiyo? Uza kugqiba njani ukuba ngubani oza kusinda ngexesha lentlungu engathethekiyo? Ibe kutheni uYehova, uThixo onothando, eza kubulala iimiliyoni zabantu abenza izinto ezimbi?

KWELI CANDELO

ISAHLUKO 15

“Ndiza Kukwenza Uyeke Ukuthengisa Ngomzimba”

Sinokufunda ntoni kwindlela abachazwa ngayo abafazi abathengisa ngomzimba kwincwadi kaHezekile neSityhilelo?

ISAHLUKO 16

“Ubaphawule Ebunzi Abantu”

Indlela abantu abathembekileyo bexesha likaHezekile abaphawulwa ngayo ibalulekile kuthi.

ISAHLUKO 17

“Ndilutshaba Lwakho Gogi”

Ngubani uGogi wakwaMagogi, ibe leliphi eli lizwe aza kulihlasela?

ISAHLUKO 18

“Ndiza Kucaphuka Kakhulu”

Ukuhlasela kukaGogi kwenza ukuba uYehova abe nomsindo, aze akhusele abantu bakhe.