Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

ISIFUNDO 9

Sebenzisa Imifanekiso Neevidiyo Kakuhle

Sebenzisa Imifanekiso Neevidiyo Kakuhle

Genesis 15:5

INTO OMELE UYENZE: Sebenzisa imifanekiso neevidiyo ukuze izinto ezibalulekileyo ozifundisayo zicace, kube lula ukuzikhumbula.

INDLELA YOKUYENZA LE NTO:

  • Khetha imifanekiso neevidiyo eziza kuphucula indlela ofundisa ngayo. Sebenzisa imifanekiso, iidayagram, iimaphu, amaxesha okwenzeka kwezinto, neevidiyo ukuze izinto ezibalulekileyo ozifundisayo zivakale. Nceda abantu abakumameleyo bangakhumbuli nje kuphela loo nto bayibonayo, kodwa bakhumbule isizathu sokusetyenziswa kwayo.

  • Qiniseka ukuba abantu abakumameleyo bayayibona loo nto ubabonisa yona.