Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

ICANDELO 3 • IZENZO 10:1–12:25

‘Abantu Beentlanga Babelamkele ILizwi LikaThixo’

‘Abantu Beentlanga Babelamkele ILizwi LikaThixo’

IZENZO 11:1

Ngaba abalandeli bakaYesu abangamaYuda babeza kuvuma ukushumayela iindaba ezilungileyo kwiiNtlanga ezingalukanga? Kweli candelo, siza kubona indlela umoya kaYehova owawanceda ngayo amaKristu athanda bonke abantu aza akabi namkhethe. Loo nto yabangela ukuba umsebenzi wokushumayela wande ngokukhawuleza kuzo zonke iintlanga.