Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

ICANDELO 2 • IZENZO 6:8–9:43

“Laqalisa Ukutshutshiswa Kakhulu Ibandla”

“Laqalisa Ukutshutshiswa Kakhulu Ibandla”

IZENZO 8:1

Ngaba amaKristu okuqala avumela ukuqatsela kwentshutshiso kwawayekisa ukushumayela ngoBukumkani bukaThixo? Kunokuba kuwayekise, kwenzeka into eyahlukileyo. Kweli candelo, siza kubona ukuba oko kutshutshiswa ngenkohlakalo kwabangela ukuba wande ngakumbi umsebenzi wokushumayela.