Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Imizekelo Ekule Ncwadi

Imizekelo Ekule Ncwadi

Amanani achaza izahluko.

abalimi babulala unyana womnikazi wentsimi 106

abalobi babantu 22

abantu abamenywe kwisidlo bathi abazukwazi ukuza 83

abantu abaqeshiweyo babhatalwa idenariyo 97

abantwana ababini bathunywa kwiintsimi yeediliya 106

abantwana kwindawo ekuthengiswa kuyo 39

abasebenzi kwintsimi yeediliya 97

amadoda amabini awayeboleke imali komnye umntu 40

amakhoboka alinde ukubuya kwenkosi 78

idrarhma elahlekileyo 85

igeyithi encinci 35

igosa elithembekileyo 78

igusha elahlekileyo 63

igwele elixovelwe kumgubo 43

igwele labaFarisi 58

iidemon ziyabuya 42

iigusha neebhokhwe 114

iimina 100

iintaka neentyatyambo 35

iintombi ezilishumi 112

iitalente 113

ikhoboka elingaxoleliyo 64

ikhoboka elithembekileyo neliyingqondi 111

ikhoboka libuya ekwaluseni 89

imbewu ehlwayelwa kwimihlaba engafaniyo 43

indlu eyakhiwe phezu kolwalwa 35

ingqolowa nokhula 43

inkamela engena emngxunyeni wenaliti 96

iperile exabiseke kakhulu 43

isikhukukazi siqokelela amantshontsho aso 110

isiseko sendlu 35

isityebi esakha oovimba 77

isityebi noLazaro 88

itheko lomtshato likakumkani 107

ityiwa yomhlaba 35

iwayini entsha, iibhotile zofele ezindala 28

ubutyebi obufihlwe emhlabeni 43

udiza kwilihlo lomzalwana 35

ukhozo lwemostade, uBukumkani 43

ukhozo lwemostade, ukholo 89

ukhozo lwengqolowa luyafa, luphinde lukhule 103

ukubamba ikhuba 65

ukuhluza imbuzane, uginye inkamela 109

ukukhetha indawo yabona bantu babalulekileyo 83

ukumema amahlwempu kwisidlo 83

ukumkani uceba ukuyokulwa 84

ukumkani ucima ityala elikhulu 64

ukunika iihagu iiperile 35

ukuthungela ilaphu elitsha kwimpahla endala 28

ukwakha inqaba 84

uMalusi Olungileyo 80

umhlobo ongancamiyo 74

umhlolokazi nejaji 94

umhlwayeli olalayo 43

umnatha orhuqwayo 43

umngxuma wenaliti 96

umphathi wendlu ongelolungisa 87

umqokeleli werhafu nomFarisi 94

umSamariya ongummelwane 73

umthi wamafiya 79

umthi weediliya wokwenene 120

unyana obelahlekile 86

unyana wolahleko 86

utata uyakuthanda ukupha 35

IIBHOKISI

‘Lafika Ixesha Lokucocwa Kwabo’ 6

Kwakuba Mnandi Xa Kuhanjwa 10

Ayengoobani AmaSamariya? 19

Ukuba Nedemon 23

Imizekelo Ethetha Ngokuzila Ukutya 28

Ukuphinda-phinda Xa Ufundisa 35

Ukubila Kwakhe Kunjengamathontsi Egazi 123

UMhlaba Wegazi 127

Ukukatsa 129

“Makaye Esibondeni” 132