UDaniyeli: Waba Nokholo Ubomi Bakhe Bonke

UDaniyeli ukude nekhaya, ibe ukholo nokungagungqi kwakhe kuyavavanywa njengoko ezama ukuthembela ngoYehova naxa ubomi bunzima.

UDaniyeli: Waba Nokholo Ubomi Bakhe Bonke —Isiqendu I

Ngaba uDaniyeli uza kuhlala esondele kuYehova uThixo njengokuba ekude kubantu bakokwabo nesixeko sakokwabo sitshatyalalisiwe?

UDaniyeli: Waba Nokholo Ubomi Bakhe Bonke—Isiqendu II

Kuvela igunya elitsha elinamandla. Ngoku uDaniyeli uneentshaba ezintsha. Ukholo lwakhe luvavanywa ngamandla.