Zimisele Ukufunda Nokufundisa​—Iividiyo

Yiba nobuchule bokufunda nokufundisa phambi kwabantu.

ISIFUNDO 1

Intshayelelo Mayibangele Umdla

Unokwenza ntoni ukuze babe nomdla abantu abakumameleyo?

ISIFUNDO 2

Ncokola

Unokwenza njani ukuze abantu abakumameleyo bahlale benomdla?

ISIFUNDO 4

Zitshayelele Kakuhle IZibhalo

Ungabanceda njani abantu abakumameleyo bayiqonde ivesi oza kuyifunda?

ISIFUNDO 5

Funda Kakuhle

Yintoni enokukunceda uyifunde kakuhle into ebhaliweyo?

ISIFUNDO 6

Sicacise Ukuba Singena Njani Isibhalo

Ungenza njani ukuze ungafundi nje isibhalo uze ugqithe kodwa ubenze babone ukuba sidibana njani nento obafundisa yona?

ISIFUNDO 8

Fundisa Ngemizekelo

Ungafundisa kakuhle njani ngemizekelo njeNgomfundisi Omkhulu?

ISIFUNDO 9

Sebenzisa Imifanekiso Neevidiyo Kakuhle

Ungazisebenzisa njani izinto ezifana nemifanekiso, iividiyo nezinye ukuze abantu abakumameleyo bayiqonde le nto ubafundisa yona?

ISIFUNDO 11

Yiba Nehlombe

Ungalisebenzisa njani ihlombe ukuze ukhuthaze abantu abakumameleyo ukuba bayenze into oyifundisayo?

ISIFUNDO 12

Yiba Nobubele Novelwano

Ungabubonisa njani ububele novelwano kubantu abakumameleyo?

ISIFUNDO 13

Zicacise Kakuhle Izinto Ozifundisayo

Ungabafundisa njani abantu ukuze bayiqonde kakuhle into abafanele bayenze baze bakhuthazeke ukuba bazenze izinto abazifundileyo?

ISIFUNDO 14

Mazicace Ezona Mfundiso Zibalulekileyo Zentetho Yakho

Nceda abantu othetha nabo bakumamele, bayiqonde into oyifundisayo baze bayikhumbule ngokuzenza zicace ezona mfundiso ziphambili zentetho yakho.

ISIFUNDO 15

Makucace Ukuba Uyayikholelwa Le Nto Uyithethayo

Ungabonisa njani ukuba uyayikholelwa into oyithethayo xa unikela intetho naxa ushumayela?

ISIFUNDO 16

Khuthaza, Ungagxeki

Zeziphi iindlela ezintathu esinokuthetha ngazo ukuze sincede abantu babe nethemba?

ISIFUNDO 17

Qiniseka Ukuba Abantu Bayayiqonda Into Oyifundisayo

Yintoni ofanele uyiphephe ukuze uqiniseke ukuba abantu abakumameleyo bayayiqonda into oyifundisayo?

ISIFUNDO 18

Bashiye Benento Abayifundileyo

Ungabenza njani abantu abakumameleyo bacinge, uze ubashiye benento abayifundileyo?

ISIFUNDO19

Fikelela Intliziyo

Ungabanceda njani abantu abakumameleyo bayiqonde le nto uthetha ngayo baze bayenze?

ISIFUNDO 20

Amazwi Okugqibela Mawabangele Umdla

Yintoni ofanele uyenze xa ugqibezela loo nto uyithethayo, enoba usebandleni okanye entsimini?

Mhlawumbi Ungayithanda Nale

IINCWADI NEENCWADANA EZINEMIFANEKISO

Zimisele Ukufunda Nokufundisa

Le ncwadi yenzelwe ukuba ikuncede ukwazi ukufunda nokufundisa kakuhle.