ISIFUNDO 14
Mazicace Ezona Mfundiso Zibalulekileyo Zentetho Yakho
Ngaba ufuna ukuchazela abantu abakumameleyo into ethile, ukubanceda bayikholelwe okanye ukubakhuthaza? Qiniseka ukuba zonke izinto eziphambili oza kuthetha ngazo ziyadibana naloo njongo.