UNehemiya: “Uvuyo Enilunikwa NguYehova Luza Kunomeleza”

UNehemiya ukhokela kumsebenzi wokwakha iindonga zeYerusalem ibe unceda abantu baphinde bakhonze uYehova ngendlela ayifunayo.

UNehemiya: “Uvuyo Enilunikwa NguYehova Luza Kunomeleza”​—Isiqendu I

UNehemiya uzama ukuphinda akhe iindonga zeYerusalem nangona abanye abantu befuna awuyeke lo msebenzi.

UNehemiya: “Uvuyo Enilunikwa NguYehova Luza Kunomeleza”​—Isiqendu II

Kugqityiwe ukwakha iindonga, kodwa ngaba angakwazi ukunceda amaSirayeli aphinde akhonze uYehova kakuhle?