Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UNehemiya: “Uvuyo Enilunikwa NguYehova Luza Kunomeleza”​—Isiqendu II

UNehemiya: “Uvuyo Enilunikwa NguYehova Luza Kunomeleza”​—Isiqendu II

Emva kokuba kugqityiwe ukwakha iindonga zeYerusalem, uNehemiya waba nezinye iingxaki. Ekuhambeni kwexesha amaSirayeli ayeka ukukhonza uYehova ngendlela ayifunayo. UNehemiya, uEzra noMalaki bawanceda aphinda akhonza uYehova ngendlela ayifunayo.