Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ingoma 123

Abalusi—Izipho Ezingabantu

Abalusi—Izipho Ezingabantu

(Efese 4:8)

1. UYehova usibabale

Ngabalus’ bomhlambi.

Ngoko sonke masilandele

Umzekelo wabo.

(CHORUS)

Sinezipho ezingabantu,

Esinokuzithemba.

Sizinikwe nguThixo wethu;

Ngabalusi bomhlambi.

2. Sinabalus’ abanothando,

Nabanovelwano.

Basithantamisa ngothando

Kwanangobubele.

(CHORUS)

Sinezipho ezingabantu,

Esinokuzithemba.

Sizinikwe nguThixo wethu;

Ngabalusi bomhlambi.

3. Basinika iziluleko,

Ze singaphambuki.

Basinceda sinamathele

Kwindlela yobomi.

(CHORUS)

Sinezipho ezingabantu,

Esinokuzithemba.

Sizinikwe nguThixo wethu;

Ngabalusi bomhlambi.