Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ingoma 96

Funani Abafanelekayo

Funani Abafanelekayo

(Mateyu 10:11-15)

1. Sonke sinikwe lo myalo yiNkosi,

Ophathelele inkonzo:

‘Naphi kwindawo eningena kuyo

Funani abanjengezimvu.

Bonke abantu abanamkelayo

Mababe noxolo lwengqondo.

Kanti ukuba abanamkelanga

Ze nivuthulule iinyawo.’

2. Bonke abantu abanamkelayo

Baya kusikeleleka.

UYa wovula iintliziyo zabo

Ukuze bamkel’ inyaniso.

Ngoko musani ukuba neentloni,

Njengoko uThixo enathi.

Amazwi ethu makabe netyuwa,

Ukuze amkelwe ngabantu.