Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ingoma 37

IZibhalo—Ziphefumlelwe NguThixo

IZibhalo—Ziphefumlelwe NguThixo

(2 Timoti 3:16, 17)

1. ILizwi likaThixo

Liyasikhanyisela.

Lifundisa inyaniso,

Yona esikhululayo.

2. Zingcwele iZibhalo

Kuba ziphefumlelwe.

Silulekwa sonke ngazo,

Siqeqeshwe nguYehova.

3. Ngoncedo lweZibhalo

Siyamazi uThixo.

Ngoko ke masizifunde,

Oko kosinik’ ubomi.