Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ingoma 132

Ingoma Yoloyiso

Ingoma Yoloyiso

(Eksodus 15:1)

1. Dumis’ uThixo, Ucul’ ingoma yoloyiso.

Utshabalalise Iintshaba eYiputa.

Zukisa uYa, Nguye kuphela uMongami.

Masiphakamise Igama likaThixo.

(CHORUS)

Thixo wethu unguSomandla,

UMongami wendalo iphela.

Uza koyisa iintshaba zakho,

Ungcwalis’ igama lakho.

2. Zonke iintlanga Ezimelene

noYehova, Nazo njengoFaro

Ziyakutshabalala. Ziya koyiswa, Zibhangiswe ngeArmagedon.

Zonke ziya kwazi Ukuba uyoyisa.

(CHORUS)

Thixo wethu unguSomandla,

UMongami wendalo iphela.

Uza koyisa iintshaba zakho,

Ungcwalis’ igama lakho.