Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ingoma 84

“Ndiyathanda”

“Ndiyathanda”

(Luka 5:13)

1. Uyasithanda uYesu

Ushiye ikhaya lakhe.

Wahlala nabantu

Ebafundisa

Inyaniso ngoYehova.

Uye wasithuthuzela

Wancama ubomi bakhe.

Xa kwakucelwa kuye uncedo,

Ngothando wathi: “Nd’yathanda.”

2. Uyasithanda uThixo

Usinike ikhoboka.

Sisebenza kunye

Nalo ngovuyo

Sinceda abasweleyo.

Masibancede ngothando

Bonke abo basweleyo.

Xa ke bona becela uncedo,

Ngothando yithi: “Nd’yathanda.”