Ingoma 70
‘Qiniseka Ngezinto Ezibaluleke Ngakumbi’
1. Kubalulekile ukuqiniseka
Ngezona zinto
Zibaluleke ngakumbi ebomini,
Size sizenze.
Thand’ okuhle; Thiy’ okubi.
Vuyis’ uYa;
Yenz’ ukuthanda kwakhe umkhonze,
Uthandaze.
Vuyisa intliziyo yakhe.
2. Enye into ebaluleke ngakumbi
Kuk’shumayela,
Sifune abantu abanjengezimvu,
Sibafundise.
Shumayela; Ubancede.
Babonise
Indlela ebasa ebomini,
Bafundise.
Bancedengokushumayela.
3. Zimisele ukuhlala womeleza
Ukholo lwakho.
Uya kuba noxolo lwengqondo kunye
Nethemb’ elihle.
Uya kuba nabahlobo
Bokwenene
Xa ubeka kuqala izinto
Zobuthixo,
Yaye uya kusikelelwa.
(Bona nezi: INdu. 97:10; Mat. 22:37; Yoh 21:15-17; IZe. 10:42.)