Ingoma 20
Sikelela Ukuhlanganisana Kwethu
1. Yehova sisikelele,
Njengoko sidibene.
Siyazixabisa zonke
Iintlanganiso zethu.
2. Sicela usifundise,
Ngalo iLizwi lakho.
Qeqesha iingqondo zethu
Kwaneentliziyo zethu.
3. Sikelela le ndibano,
Senze sibe noxolo.
Ukuze sikudumise
Ngamazwi nangezenzo.
(Bona nezi: INdu. 22:22; 34:3; Isa. 50:4.)