Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ingoma 25

Ubungqina Bokuba Singabafundi

Ubungqina Bokuba Singabafundi

(Yohane 13:34, 35)

1. AmaKristu amele onke

Athobele umyalelo.

Lo myalelo kaKristu uthi,

Nimele nibe nothando.

Masifane neNkosi yethu,

Yasithanda yasifela.

Imisel’ umzekelo wothando

Ukuze siwuxelise.

2. Mas’bonise uthando kubo

Abakhonza kunye nathi.

Masithande uThixo wethu,

Simkhonze imihla yonke.

Masithande abantu bonke,

Sibonise ubuhlobo.

Oko kuya kungqina ukuba

Singabafundi benene