Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ingoma 129

Ukubambelela Nkqi Kwithemba Lethu

Ukubambelela Nkqi Kwithemba Lethu

(Hebhere 6:18, 19)

1. Abaninzi bahamba ebumnyameni.

Imizamo yabo ingamampunge.

Ekubeni abantu benesono,

Abakwazi ukuzinceda.

(CHORUS)

Masivuye kuba sinethemba!

UNyana kaThixo usikhulule.

Uza kuphelisa bonk’ ububi,

Size siphile ngoxolo phakade.

2. Isondele inkululeko yoluntu,

Kopheliswa iinyembezi nosizi.

Yonk’ indalo iza kukhululeka,

Ngoko masidumis’ uThixo.

(CHORUS)

Masivuye kuba sinethemba!

UNyana kaThixo usikhulule.

Uza kuphelisa bonk’ ububi,

Size siphile ngoxolo phakade.