Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ingoma 39

Ukufumana Kwethu Uxolo

Ukufumana Kwethu Uxolo

(Yohane 14:27)

1. Dumisa uYehova

UThixo wethu.

Wophelisa iimfazwe

Azis’ uxolo.

Umisele uKristu

UNyana wakhe.

Yaye xa oyisile

Kobakh’ uxolo.

2. Siyekile ukulwa

Kwanokuthuka.

Sikhande amakrele

Angamakhuba.

Sifuna ukuhlala

Eluxolweni,

Ngoko masiz’misele

Ukuxolela.

3. Masibe nosukelo

Lokuvelisa,

Isiqhamo somoya

Esiluxolo.

Ukuba senjenjalo

Siya kuzuza

Ngoko masiz’misele

Ukuxolela.