Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ingoma 130

Ummangaliso Wobomi

Ummangaliso Wobomi

(INdumiso 36:9)

1. Ubomi bethu, Imvula entle, Ukuphuma kwelanga

Nezityalo: Zonke zizipho ZoThixo wethu.

Ungumthombo kwanomxhasi wobom’ bethu.

Siyasixabisa isipho sethu. Isipho esisinikwe nguMdali wethu.

(CHORUS)

Esi sipho sakhe

Siyamangalisa.

Isipho sikaYa,

Ndiyasithanda mna.

2. Abany’ abantu Abanathemba.

Bayathwaxwa yinkqubo Engendawo.

Kodwa ke thina Asoyiki nto. Sinethemba elivela kuYehova.

Siyasixabisa isipho sethu. Isipho esisinikwe nguThixo wethu.

(CHORUS)

Esi sipho sakhe

Siyamangalisa.

Isipho sikaYa,

Ndiyasithanda mna.