Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INGOMA 116

Amandla Obubele

Amandla Obubele

(Efese 4:32)

  1. 1. Siyakudumisa Thixo wethu,

    Kuba kwiZibhalo

    Bukhulu ubulumko onabo,

    Sekunjal’ unobubele.

  2. 2. UYesu uyabanceda abo

    Bathwaxwa ziingxaki.

    Unobubele nothando kuthi,

    Uhlala esikhuthaza.

  3. 3. Sifunda kuYehova noYesu,

    Ukuba nobubele.

    Masibathande bonke abantu,

    Sibaphathe ngobubele.