Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INGOMA 121

Sifanele Sizibambe

Sifanele Sizibambe

(Roma 7:14-25)

  1. 1. Simthanda gqitha uThixo wethu,

    Ngoko ke masilwe naso isono.

    Kwinto yonke masizibambe.

    Uya kuvuya uYehova.

  2. 2. Yonke imihla siyavavanywa,

    UMtyholi uzama ukusiwisa.

    Kodwa uYa uyasixhasa.

    Ngoko sinako ukoyisa.

  3. 3. Masiqaphele izenzo zethu,

    Ukuze singabi nalo ibala.

    Kuko konke esikwenzayo,

    Sonke simele sizibambe.