INGOMA 147
Sithenjiswe Ubomi Obungunaphakade
-
1. Abo bathobekileyo
Bathenjiswa ubomi.
Baza kuphila kumhlaba
Oyiparadesi.
(CHORUS)
UThix’ oluthando
Usithembisile.
Ngoko sizophila,
Ngonaphakade.
-
2. Eparadesi kophila
Abafezekileyo.
Bonke bethobel’ uThixo,
Yaye benoxolo.
(CHORUS)
UThix’ oluthando
Usithembisile.
Ngoko sizophila,
Ngonaphakade.
-
3. Kuza kubakho uvuko,
Kupheliswe usizi.
Abantu boba nothando,
Zisulw’ iinyembezi.
(CHORUS)
UThix’ oluthando
Usithembisile.
Ngoko sizophila,
Ngonaphakade.
(Funda nezi: Isa. 25:8; Luka 23:43; Yoh. 11:25; ISityhi. 21:4.)