Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INGOMA 149

Ingoma Yoloyiso

Ingoma Yoloyiso

(Eksodus 15:1)

  1. 1. Dumis’ uThixo, ucul’ ingoma yoloyiso.

    Utshabalalise iintshaba eYiputa.

    Zukis’ uThixo,

    Nguye kuphela uMlawuli.

    Masiphakamise

    igama likaThixo.

    (CHORUS)

    Thixo wethu unguSomandla,

    UMlawuli wendalo iphela.

    Uza koyisa iintshaba zakho,

    Ungcwalis’ igama lakho.

  2. 2. Zonke iintlanga ezilwa kunye

    noYehova, nazo njengoFaro

    Ziza kutshabalala.

    Ziza kugwetywa

    Xa kufika iArmagedon.

    Ziza kuwabona

    Amandla kaYehova.

    (CHORUS)

    Thixo wethu unguSomandla,

    UMlawuli wendalo iphela.

    Uza koyisa iintshaba zakho,

    Ungcwalis’ igama lakho.