Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INGOMA 30

Thixo Wam, Tata Wam, Mhlobo Wam

Thixo Wam, Tata Wam, Mhlobo Wam

(Hebhere 6:10)

  1. 1. Ubomi bam bunzima

    Ndineenyembezi kwaneentlungu.

    Kodwa yonke imihla

    Ndiba nokuphumla.

    (CHORUS)

    Kuba uThixo unam,

    Uyandixhasa ntsuku zonke.

    Ngoko andoyiki nto,

    Kuba yena uhamba nam.

    Ewe, ungumkhuseli,

    umlondolozi nomxhasi wam.

    UThixo wam, unguTata

    KwanoMhlobo.

  2. 2. Ngoku andisekho mtsha,

    Ndineenkathazo zobu bomi.

    Ke noko ndinethemba

    Eliqinileyo.

    (CHORUS)

    Kuba uThixo unam,

    Uyandixhasa ntsuku zonke.

    Ngoko andoyiki nto,

    Kuba yena uhamba nam.

    Ewe, ungumkhuseli,

    umlondolozi nomxhasi wam.

    UThixo wam, unguTata

    KwanoMhlobo.

(Funda nesi: INdu. 71:​17, 18.)